Azifunyanwa ngabusuku
isahluko
ingwe idla ngamabala
kwiimbali
alikabikho
lokunikezelwa
umazilawule
sabalula ngezikhundla
zapapashwa
 nakumaphepha  ezihlokomiso
zikaRhulumente
abanazo
izivatho zazo
nali iphupha
ngokuzinikezela
nangokunyaniseka
iziphumo
zazisoloko
zaba semagqabini
nomhlohli
wenzulu-lwazi
wayesothulelwa umnqwazi
wanyukela
waba ngumncedisi nqununu
ukubazelela
isikolo seCawa
wayengalibalanga ukufunda
njengodade wabo
wabhalisa
ixesha lokonwaba
yayisekhefini
yathi yakugqiba
ukonga nokubelekisa
ukufundisa abongikazi
unezimendlela
akuva ngobukho bakhe
wamyela ngeenyawo
njengesiqhelo
onqwenela
ngumhloli  wezikolo 
osel'ekhe wafundisa
ithuba leminyaka emihlanu
enemfundo enomsila
agcwalise uxwebhu
wafumana  ifoni 
ndingathetha
ngumhloli  wesekethe  lo
singakwenzela ni
ukukwazisa
unyuselwe
zonke iinkcukacha
imfonomfono
babese besazana kakhulu
ephakamisa amehlo
wamphakela
ukudla kweendlebe
wasuka wavuya
wamdlikidla
nene nene
 iSetyula 
ndiqinisekile
uza kuhamba lula
elinye iphiko lam
ndikunqwenelela impumelelo
maze ndifike
ukuze andichazele
yonke ingcombolo
andisayi kubakho
uduladula
kwazisa unina
abantakwabo
ndinyanzelekile
kundulukela
unenxaxheba
ukuba ibingasinguwo
umdla wakho kum
ngendingekho apha
ndandisendicinga
ndintinge
kunokuba ndihlale
ndanele
onokuhlabeka
eqamele  ngetafile 
uya kuphuma iimpondo
zathelwa thsu
watsala umnxeba
baziselwe  iti 
ngokukhawuleza
inezimungumenye zakwamLungu
ngokwalathelwa kwakhe
kwisikhundla eso
yembalelwano
wamazisa ukuba
imbangi yokuba
kungomyalelo
wayefumanekile
yaye kulindeleke
nangaluphi na usuku
wammema
kwisidlo sasemini
wazilandula
ukhatshwe yinqununu
eyayimlindile  emotweni 
ambize angene
ndinengxaki
umema izicelo
uxanduva
lokukhetha abafanelekileyo
kule ngingqi
akazimiselanga
iqale icukucezwe
ifunwa amadlala
andalibazisa
ndayitshaya isaqhuma
ngomnxeba
ngale njika-langa
ndiya kukwazisa
ebobotheka yimincili
bahlukana ngoxolo
yangulowo
waya
into esiwa phantsi kwempumlo
kwenye  ikhefi 
yokhathazeka
wayelindele
bayibetha yanzonza
ukusinga emva
kuqokelela
azise nasekhaya
owayeza kumfundisa
ubugoci-goci
namahla-ndiniyeke
selephupha
waxhabasha
nangaphambi kwexesha
ebeke iindlebe
mpazamo
kubafundisi-ntsapho
into ethile
wagxuma
elikrolayo
yokubethelwa luvalo
ndikwazisa ukuba
siphumelele
uswel'imilomo
phula-phula
ukuvulwa kwamehlo
sendimazisile umntu
ezihlangwini zakho
ehlaziyekile
kwa oko
wazazisa
babibitheka
kungxange
bayalela
azixhele ngokukhawuleza
ukuze zojiwe
basikelela abantwana
ngamava
kwathi kusarharhazeliswa iziselo
yaba ngulowo
wayebazisile
ongomnye  weetitshala 
ngonyuselo lwabo
ndlela-ntle
nokubaluleka
waxakeka kakhulu
waqesha inqwelo
wazisa inkosikazi
uphambene
wayemi bhuxe
ebaleni
wathandaza
abakhawuleza
beva
into ekwakuvuyelwa yona wawusele umkhulu
noxande
lufulelwe  ngezinki 
umgangatho  uliplanga 
isitiya sakhe
lalicocekile
abaseli  beti 
bebephumla
wayeyindlezana
abancedisi
engowokupheka
engowokucoca ikhaya
baqeqeshwa
baboniswa
iindlela zokusebenza
bephangela apho
iintambo zaphoswa
bafukuzela
yayimiswe khona
kufudukela
bajikeleze ngayo
ngeli thuba
owayesele engunobhala
 e ofisini  kamantyi
wabe tha
intsimbi iseshushu
umkhuluwa wakhe
ufunda ugembalelwano
